Sixolise kwabantliziyo zithambileyo ngemifanekiso

Kubhubhe lalinye(1) ibanjwa ngelixa elinye kunye negosa lentolongo befumene umonzakalo omandla, emva kokugqabhuka komlo phakathi kwamabanjwa kunye namadindala entolongo yaseMthatha ngoLwesibini umhla we (10 January 2022)

Ngokwengxelo esiyifumeneyo kwimpukane eziluhlaza kukholeleka ukuba kuvuke umlo ngexesha lokuzilolonga emini ngosuku lwangolwesibini apho amabanjwa amahlanu ethe ahlasela amadindala kwakunye namanye amabanjwa amane.

Kulapho ke kuye kwaliwa khona, ingulo nalowo efaka ezakhe iinyawo, amanqindi kuyilonto kambe abanye bebetha ngezixhobo ebezikufutshane de kwabhubha umtu.

Iibanjwa elinye kwakunye nedindala elinye abathe bangeniswa esibhedlele emva kokonzakala kakubi apho bafumana khona unyango. Isebe lezoluleko ePhondweni lithi lizakwenza uphando lwangaphakathi kwaye nabakwantsasana bazakubayinxalemye yoluphando. Okwangoku unobangela wale ngxwabangxwaba awukaziwa.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
22.3 ° C
22.3 °
22.3 °
81 %
2.4kmh
100 %
Thu
22 °
Fri
35 °
Sat
25 °
Sun
19 °
Mon
19 °

EZITHANDWAYO INDABA