Ulwile, ngoku makaphumle ngoxolo.

Usweleke umbhali netshantliziyo loMzantsi Afrika, uZoleka Mandela, eneminyaka engamashumi amane anesithathu (43) kulandela ukulwa nomhlaza ixesha elide.

Umzukulwana owayesakuba nguMongameli uNelson kunye noWinnie Madikizela-Mandela uthethe ngokungafihlisiyo malunga nohambo lwakhe lokuqhambuka kwamathambo kumakhasi onxibelelwano. Ebekwalixhoba lomhlaza wamabele izihlandlo ezibini.

Usapho luqinisekise ukusweleka kwakhe kwingxelo kusasa namhlanje, lusithi uZoleka Mandela usweleke ngobusuku bangaphambi komhla wokuzalwa kukamakhulu wakhe ongasekhoyo kwaye usweleke engqongwe lusapho lwakhe ngokwengxelo ekhutshwe lusapho.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
light rain
20.1 ° C
20.1 °
20.1 °
92 %
1.9kmh
99 %
Sat
27 °
Sun
18 °
Mon
21 °
Tue
18 °
Wed
28 °

EZITHANDWAYO INDABA