11.5 C
King William's Town
Sunday, September 8, 2024

Umceli-mngeni wokunqongophala kwamanzi eGqeberha

Iindawo ezinkulu zomasipala ombaxa iNelson Mandela Bay zisaqhubeka nokungabi namanzi kulandela ukugqabhuka kwemibhobho eliqela ngempelaveki

Nangona unikezelo lwamanzi lubuyile kwezinye iindawo ezikwiNtshona yesixeko, umasipala ombaxa ngoku usebenzela ukubuyisela inkqubo yeNooitgedacht-scheme.

UMlawuli oPhezulu kaMasipala waseNelson Mandela Bay kwicandelo laManzi noGutyulo, uBarry Martin uthe ulondolozo lwenziwa ngexesha elicothayo nelandisiweyo ukunqanda ukugqabhuka okwesibini.

“Eyona nto iphambili kukubuyisela i-Nooitgedacht ukuzisa i-200 Megalitres epheleleyo ngosuku kwi-system.” Utshilo Martin

“Kukho malunga ne-75km yemibhobho emikhulu engenanto. Oku kufuneka kuqala kugcwaliswe phambi kokuba uxinzelelo lungene kwinkqubo yokuhambisa.”

UMartin wongeze ngelithi unikezelo lwamanzi kufuneka lubuyiselwe ngoLwesine waleveki.

Ingxelo:Zimbini Mdolomba

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
11.5 ° C
11.5 °
11.5 °
80 %
2.1kmh
100 %
Sun
17 °
Mon
13 °
Tue
21 °
Wed
22 °
Thu
26 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks