Umqwazi awuqini, kwaye ezimbi azipheli eFort Hare

Ezimbi azipheli…

IYunivesithi yaseFort Hare kwiPhondo leMpuma Koloni iphindwe yathiwa mba lilifi elimyama emva kokuba kubhubhe ilungi cecandelo lezokhuseleko kweli ziko kwingozi yemoto neyenzeke ngentseni yanamhlanje.

Ezindaba zothuse uninzi nanjengoko elilingu belikwiqela lamagqina abalulekileyo kwityala lokubulawa komtu othile nobengumsebenzi kuleYunivesithi.

Ngokwengxelo ezivelayo zichaze ukuba umfi ebesuka kwidolophu yaseMonti esingise kweliziko lezemfundo ephakamileyo iFort Hare, ngethuba egaxeleka kwingozi neye yasuba umphefumlo wakhe.

Abaninzi kumakhasi ezinxibelelwano baveza iintandabuzo kambe iminqwazi ingaqini ncam ngokubhubha kwelingqina nanjengoko abanye betyhola ngelithi kukho unyawo lwemfene kwesisiganeko.

Amapolisa asaphanda.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
22.3 ° C
22.3 °
22.3 °
81 %
2.4kmh
100 %
Thu
22 °
Fri
35 °
Sat
25 °
Sun
19 °
Mon
19 °

EZITHANDWAYO INDABA