17.2 C
King William's Town
Wednesday, July 17, 2024

Umxholo kwezemidlalo‼️CAF

Ngecawe kulindeleke ukuna iqale iAfrica Cup of Nations nalapho kuzakuvula ilizwe eliyisingathileyo iCameroon kunye ne Burkina Faso ngentsimbi yesithandathu(6pm) malanga.

ICaf ithi umthamo ongange 80% uzakuvumeleka ukubukele loMdlalo wokuvula ,ze eminye imidlalo kuvunyelwe umthamo ka 60 %.

Nangona kunjalo liyakhula izinga lenxalalabo nanjegokuba lisenyuka izinga lokunwenwa kobhubhane weCOVID-19.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
17.2 ° C
17.2 °
17.2 °
51 %
3.4kmh
100 %
Wed
17 °
Thu
24 °
Fri
20 °
Sat
16 °
Sun
16 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks