27.1 C
King William's Town
Monday, February 17, 2025

UMzwanele Manyi wonyulwe njengopMbhexeshi oyiNtloko weQela leMK

Umbutho wezopolitiko i-MK uthi wonyule uMzwanele Manyi njengoMbhexeshi oyiNtloko. Lo mbutho uthi
uManyi uza nobutyebi bamava olawulo kwisikhundla solawulo.

I-MK it uphi ubunkokheli bakhe buzakuncedisa umbutho ekukhonzeni abantu ngentembeko nokuzinikela.

AmaLungu ePalamente amatsha aquka uBrian Molefe, uSiyabonga Gama, kunye noLucky Montana bonke abathe babandakanyeka kwiNgxelo yeKomishoni yokuThwelwa koMbuso.

Inkokeli ye-MK ePalamente uJohn Hlophe uthi, “Hayi, akukho ilifu eliqalayo, ngokomgaqo-siseko wethu. Ukucacisa ngakumbi iCandelo 35 layo, kukho into ebizwa ngokuba yi-presumption of innocence. Ke, ukuba kukho nabani na omangalelweyo, akukhathaliseki nokuba zithini izityholo abekwa zona loo mntu uthathwa njengomsulwa de kube lixesha lokuba afunyanwe enetyala. Ke, siqeshe oogxa bethu apha ngokusekwe kubuchwephesha babo, ngokusekwe kwizakhono zabo kwaye kukho ulwazi loluntu ukuba banobuchule kakhulu, bayayazi into abayenzayo. ”

UBrian Molefe, uLucky Montana, uSinawo Thambo phakathi kweqela elitsha leMK Party kunye namalungu e-EFF ePalamente afungisiweyo

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
27.1 ° C
27.1 °
27.1 °
59 %
1.3kmh
100 %
Mon
32 °
Tue
31 °
Wed
20 °
Thu
26 °
Fri
30 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks