15.2 C
King William's Town
Wednesday, October 1, 2025

Unina usihlabe samila entanyeni yontwana isitshetshe sebhozo ebembulala ngaso wandula ukuxhoma ababini.

Ukhethe ukuzibulala nabantwana(3) kuba exakwe yintsokolo emfake ematyaleni.

Intwazana yakwilali yaseTholeni eGcuwa ngegama lungiBongeka, izigqithise amafu ekunye nabantwana bakhe abathathu(3) Ngokwengxelo yoshicilelo lweVideo yeKhula Development Projects, ngethuba uPetros Majola encokola namalungu osapho.

Kufumaniseke ukuba uBongeka ebenamatyala, nebekunzima ukuwabhatala ze wagqiba kwelokuba azibulale. Lowasetyhini ubaxhomile abantwana kuqala ze emva koko wabothula wababeka phezu kwebhedi wathatha imela wandula ukuhlaba omdala.

Ekugqibeni esosenzi sibi nesibuhlungu, wazixhoma kwabe kuphelile. Amalungu osapho nezalamane zaseTholeni, zithi zothukile kakhulu sesisiganeko.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
broken clouds
15.2 ° C
15.2 °
15.2 °
78 %
5.9kmh
70 %
Thu
15 °
Fri
18 °
Sat
33 °
Sun
22 °
Mon
19 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks