Uwuthathele ezandleni zakhe umthetho unoskroxo obebelwe utywala.
Ubanjiwe umnini wethaveni okanye indawo yentselo izolo, nanjengoko ephakathi kwabarhanelwa abane ababanjelwe ngamapolisa ngezityholo zokubulala abantu ababini eBityi.
NgoMgqibelo umhla we 7 kweyeDwarha, abecuphi baseBityi bebephanda ngomntu olahlekileyo ntoleyo ekhokelele ukuba uphando lubase kumnini wethaveni yasekuhlaleni. Ekufikeni umnini wendawo ubathathe wabasa ezindongeni zaseNqwathi Lokishi.
Newsletter Subscription
- Advertisement -
King William's Town
few clouds
11.8
°
C
11.8
°
11.8
°
90 %
2.7kmh
12 %
Tue
25
°
Wed
32
°
Thu
33
°
Fri
33
°
Sat
23
°

