WESTERN CAPE: ABANTWANA ABABINI ABABETSHE NETYOTYOMBE.

Emva kokukhupha udaba lwababantwana nabathi batsha netyotyombe nge 05th December kunyaka ophelileyo 2021, u Mprofeti onobuthandazwe u Sir Anele Heli uphinde wazinikela ekuwuhoyeni lomsebenzi. Okundimangalisayo ngoku kukungafumani sihoyo saneleyo kumama wekhaya nosoloko ethembisa ngokubuyela kum.

Undonakele uqale ngokusuka ndicele contact details zabangcwabi ukuze sibonisane ngexabiso, emva koko ndathi kuzakufunwa izinto ukuze u Mprofeti Heli ahlawule, yapotyalaka ibhobhiri kuba khange ndiphinde ndifumane mkhondo.

Bantu bakuthi andikwazi kukhuthaza ukunikezela ngemali ezinkozo kwezimeko kuba kaloku naye utata kufuneka abone uba umsebenzi wenzeke ngesidima.

Ndiyaphinda ndiyacela, ukuba bakhona abantu abasondeleyo kwelikhaya ndicela sincedisane ukuze ezintsana zifumane ukuphumla. Umama wabo obazalayo (biological mother) usesesibhedlele.

BAKHANYISELE NKOSI ABABANTWANA NGOKHANYISO🕯️OLUNGACIMIYO.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
11.6 ° C
11.6 °
11.6 °
80 %
2.1kmh
0 %
Tue
25 °
Wed
32 °
Thu
33 °
Fri
33 °
Sat
23 °

EZITHANDWAYO INDABA