21.9 C
King William's Town
Wednesday, November 19, 2025

Ityala lokubulala uSenzo Meyiwa liphinde lashukunyiswa kwakhona

By Sophumelela Singqota

Njengoko u-Absalom Zungu, indoda ekukholelwa ukuba kudala yancedisa ekuvuleni eli tyala, eveze isityholo esothusayo enkundleni.

Ephantsi kwemibuzo enzima, uZungu ugxininise ukuba akazange enze ingxelo ka-2019 athi amapolisa iphuma kuye.

La mazwi kuthiwa abeke ababini abamangalelwa embindini weyelenqe lokubulala unozinti we-Orlando Pirates.

Ngoku uZungu uxelela inkundla ibali elahluke kakhulu. Uthi abaphandi baye benza le ngxelo kwaye bakhomba unyana wakhe, ingqina likarhulumente uConstable Sizwe Zungu, bamtyhola ngokusebenzisana namapolisa ukwenza ingxelo yeziganeko ezingazange zenzeke.

UZungu uthi ezizityholo zingabangela ukungavisisani phakathi kweentsapho zasekuhlaleni, elumkisa ngelithi oku kungqubana kungayingozi.

Uviwo olunqamlezayo luyaqhubeka namhlanje, kwaye inkundla ilungiselela ubungqina obunoqhushumbo.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
21.9 ° C
21.9 °
21.9 °
46 %
3kmh
86 %
Wed
24 °
Thu
26 °
Fri
27 °
Sat
27 °
Sun
22 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks