22.2 C
King William's Town
Tuesday, April 16, 2024

Ezingenayo kwitafile yezemidlalo CSYDA

Izolo eSouthern Sun Hotel eseHemingway’s I Carlos Soccer Youth Development academy (CSYDA) iwonge amakhwenkwe wale academy ngeTrophy emveni kokuba le Academy ithe yafumana ubudlelwana neqela lePSL iSupersport United.

Lamakhwenkwe aqala ukuchongwa esohlulwa ngokwamabakala under 11,13,15,17.

Kwizithethi ezikhwele eqonqeni ziquka uAphelele Teto ophuma kule Academy kwaye engudlali kwiTS Galaxy kwi DSTV Diski Challenge.

Lenzalelwane Yase Scenery park iphokoze amazwi enkuthazo kogxabayo ngokuziphatha kakuhle phakathi nangaphandle kwebala lebhola.

Usihlalo waleAcademy uCarlos Mtshamba uvakalise uchulumanco ngobubudlelwane phakathi kweCSYDA Kunye neSupersport United. UCarlos woleke ngelithi elithuba lizakuvula iminyango kwiintsana zePhondo le Mpuma koloni.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
22.2 ° C
22.2 °
22.2 °
66 %
5.6kmh
100 %
Tue
22 °
Wed
31 °
Thu
29 °
Fri
30 °
Sat
32 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks