Uluntu lwaseMthwalume KwaZulu-Natal luhlala ngoloyiko kwakhona.
UMfundi oneminyaka elishumi elinesixhenxe (17) ubudala urhanelwa ngokuba ngumbulali ojolise kubantwana abaneminyaka esixhenxe (7) ubudala.
Lo mfana usandul’ ukubanjwa emva kokuba ezame ukubulala intwazana eneminyaka esibhozo (8) ubudala.

