Balushumi elinesibini(12) abafundi baseForte ababanjiweyo

Kutshiswe iDyunivesithi yaseForte zekwabanjwa abafundi abalishumi elinambini(12)

Kubanjwe abafundi amalishumi elinambini(12) kwiDyuniversity yaseForte eDikeni izolo. Ababafundi bajongene namatyala okuphanga, ukumosha izakhiwo kwanokutshisa impahla zeliziko lemfundo.

Ingxelo evela kwinkonzo yesipolisa izobe umfanekiso ngeqaqobana labafundi abambonzeleke kweliziko ze mayokumosha iicamera zesikolo bandula ukumosha indawo apho kuphekelwa khona.

Oyena nobangela woludlame, kuthwa uqaliswe yingxwaba-ngxwaba yangaphakathi malunga novavanyo lwezifundo.

Abafundi nabaqikelelwa kwiminyaka elishumi elinethoba(19) ukuya kwishumi elinesibini(22) babanjiwe kwaye kulindeleke bavele kwinkundla kamantyi ngomso umhla we(6 June 2023) ukuze baphendule ngabakwenzileyo.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
14.6 ° C
14.6 °
14.6 °
85 %
2.7kmh
0 %
Tue
14 °
Wed
32 °
Thu
32 °
Fri
33 °
Sat
22 °

EZITHANDWAYO INDABA