36.1 C
King William's Town
Sunday, January 26, 2025

Bathe Gqolo ukulahleka abantu kwiphondo leMpuma Koloni

Inkonzi yamapolosa oMzantsi Afrika eAlgoa Park ikhangela owasetyhini oneminyaka elishumi elinesithandathu (16), uMbalentle Tokwe, olahlekileyo. Ingxelo ekhutshwe ngabakwasidlodlo idiza ukuba,uTokwe wagqityelwa ngomhla wamashumi amabini anesixhenxe (27) kweyeKhala kwikhaya lakhe eGG Grounds, eMissionvale, xa kucingelwa ukuba waphuma endlwini ngentsimbi ye-12:00 emin’emaqanda esiya evenkileni. Usapho lwakhe lwabika ukuba ulahlekile emva kokuba engazange abuyele ekhaya.

Nabani na onolwazi olunokuncedisa amapolisa ekumfumaneni angaqhakamshelana negosa eliphandayo laseMount Road FCS Unit (Ubundlobongela boSapho, uKhuseleko lwaBantwana namaTyala ezeSondo), umcuphi uConstable Bulelani Mgebisa ku-060 438 5116 okanye ngenye indlela kuCrime Stop 08600 10111.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
36.1 ° C
36.1 °
36.1 °
29 %
4.1kmh
0 %
Sun
35 °
Mon
22 °
Tue
30 °
Wed
37 °
Thu
36 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks