Isitya esihle ngenene asityeli!

Igosa lezendlela neliye ladutyulwa libulawa ngoonqevu kwaDwesi eGqeberha izolo, lishiya ngasemva abantwana bakhe abathathu(3)

Igosa uSonica Esmeralda Smith(45) uchazwe ngogxa bakhe njengegosa ebelizimisele emsebenzini walo nelineminyaka engaphaya kweshumi elinesine(14) lisedyokhweni.

LokaEsmaralda udutyulwe ngooNqevu ngethuba esemsebenzini kuhola wendlela uR75 ngaseKwadwesi. Kutyholwa ukuba malunga nentsimbi yeshumi elinanye(10:42) kusasa iGosa uSonica kunye noogxa bakhe ababini(2) babejonga isithuthi, ngelixa igosa eliyindoda limi endleleni, omnye wasetyhini esaxakekile ebhala.

Kulapho ke kuye kwathi gqi lamadoda mane(4) naye amdubula ehleli esitulweni somqhubi exakeke ziimpepha emva kokuba ladoda ephange ogxa bakhe imipu.

Usonia ushiya abantwana bakhe, abasakhulayonabaphakathi kweminyaka engamashumi amabini ananye(21) ishumi(10) noneminyaka esixhenxe(7) ubudala.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
20.5 ° C
20.5 °
20.5 °
83 %
0.8kmh
100 %
Fri
35 °
Sat
28 °
Sun
19 °
Mon
20 °
Tue
16 °

EZITHANDWAYO INDABA