21.2 C
King William's Town
Wednesday, May 22, 2024

UMPHUHLISI WESOFTWARE OZAYO OSUKA EMTHATHA UFIKELELA KWIINKANYEZI

Intsha yeli loMzantsi Afrika okhaya lise Mthatha eMpuma koloni (eastern Cape), obesebenza kwamanye amaqonga e-ehailing applications angakhankanywanga ugqibe kwelokuba aqale inkampani entsha ye-e-hailing app ebizwa ngokuba yi-Urbaner Africa. Lenkampani iqulathe ii -apps ezimbini; eyabakhweli ibizwa ngokuba yi-Urbaner Rider kwakunye neyabaqhubi ebizwa ngokuba yi-Urbaner Driver. Ezi apps ziyafumaneka kuwo onke amaqonga edijithali afana ne Apple Store kunye new Google Play.

Eminye yemiba afuna ukuyilungisa ngale app uthi kukuxhatshazwa kwabaqhubi eMzantsi Afrika ngohlobo lokuba amaxabiso epetroli aphezulu kakhulu kodwa amaxabiso okuhamba wona aphantsi lonto yenze ukuba oodriver bazifumane bebulaleka. Ukhuseleko lwabaqhubi abaphangwa ngabakhweli ababhukishileyo ngencukancha eyingezizo. Ukungaphendulwa kwabaqhumi kwakunye nabakweli kwangethuba ukubahlangula, xa begaxeleka kwiingxaki abathi bajongane nazo

Ezinye iingenelo zokusebenzisa le app ziquka inkqubo yamanqaku kubakhweli kuhambo ngalunye abaluthathayo olungaphaya kwe-R30, abakhweli bafumana Amanqaku aqokelelweyo anokuthengwa aguqulwe abe yimali evumela ukuba bahlawulele uhambo lwabo olulandelayo. Asikuvumeli ukurenta kweprofayile kunye nezazisi zomgunyathi. Sele sinabaqhubi abaninzi ababhalisa eqongeni abasuka eKapa, ​​eGoli, KwaZulu-Natal, naseMpuma Koloni. Nge-Urbaner Africa, into oyicelayo yinto oyifumanayo. Uthi unethemba lokwenyani ukwaqhutywa yinkolelo kwi-United States of Africa. Uqhube wathi ukuba iAfrika inokumanyana izimisele ekwenzeni izinto zayo ngaphandle kokuxhomekeka kakhulu kwimpucuko yaseNtshona, iAfrika ingaba nengomso eliqaqambileyo. I-Urbaner rider App ungayifumana ngokulandela kwezi links zingezantsi: ANDROID: https://play.google.com/store/apps/details?id=com.urbaner.riderapp I-iOS: https://apps.apple.com/za/app/urbanerrider/id1669013008
Website: https://urbaner.africa/

Iphepha likaFacebook: https://www.facebook.com/UrbanerAfrica WhatsApp: 0697500161 Ungabukela ngezantsi kwividiyo kwividiyo ukuba wenze njani xa ufuna le App

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
few clouds
21.2 ° C
21.2 °
21.2 °
44 %
3.2kmh
13 %
Wed
26 °
Thu
22 °
Fri
16 °
Sat
22 °
Sun
20 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks