UMzantsi uphinde walahlekelwa kwakho ngusaziwayo

Kulusizi olukhulu ukubhengeza iindaba zokusweleka kukasaziwayo ogama linguLuzuko Koti. Ezindaba zingena ngalenjikalanga yanamhlanje, umhla we 21 March 2022.

ULuzuko wayesakuba nguManejala weShishini kwiChaneli Afrika, ekwangumlawuli wezonxibelelwano nentengiso kwiNelson Mandela Foundation, ekwanguye nomsasazi kuMhlobo Wenene FM kwinkqubo yeendaba. 

ULuzuko uphile ubomi bakhe esebenzela isizwe neAfrika kuzo zonke iindima awayenazo. Ngokungathandabuzekiyo eli lixesha elibi kakhulu kunye nelahleko enkulu kweli nanjengoko ebengumtu wabantu.

Ushiya ngasemva umama wakhe, abantwana bakhe, izihlobo nezalamane zakhe. 

Inkcazelo engakumbi ngokuphathelele onke la malungiselelo iza kwaziswa kungekudala.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
broken clouds
21 ° C
21 °
21 °
82 %
2.9kmh
77 %
Fri
35 °
Sat
25 °
Sun
19 °
Mon
19 °
Tue
14 °

EZITHANDWAYO INDABA