Uphantse wafa umtwana(5) obevaleleke eskoweni.

Itsha-ntliziyo nenkokheli yombutho ongenanto yakwenza noRhulumente uPetros Majola weKhula Development Projects ubhale incwadi encinci, ebhalela uMphathiswa kwezeMfundo uMnu Fundile Gade.

Lembalelwano ichaza intlungu ngesiganeko esehlele inkwenkwana eneminyaka emihlanu(5) ubudala, neye yaveleleka esikolweni isithuba seentsuku ezimbini. Ngokwengxelo evela kuPetros, nebonakalisa ukuphoxakala ngokwenzekileyo emtwaneni. Uchaze esithi umtwana ubonwe ngutitshala xa evula kusasa ngoMvulo emva kokuba ebekhangelwa ngabazali nabahlali.

Ukanti abazali bathi bayile emapoliseni, nalapho baye bajikiswa kuba bezingekapheli iiyure ezingamashumi amabini anesine(24 hours) umtwana elahlekile.

Ngethamsanqa untwana uye wabhaqwa ethe tywa egumbini lokufunda sele ephelelwe ngamadla kwisikolo samabanga aphantsi iJA Ncaca eKaladokhwe(Cradock) nalapho umtwana enza ibanga lika(grade R)

Sithetha nje umtwana usesibhedlele apho afumana khona unyango. Onkungekacaci kukuba umtwana uveleleke xa bekutheni esikolweni ayikaziwa.

NB: isikolo esikumfanekiso akusiso isikolo sesehlo

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
broken clouds
19.5 ° C
19.5 °
19.5 °
90 %
2.6kmh
71 %
Sat
19 °
Sun
18 °
Mon
22 °
Tue
19 °
Wed
30 °

EZITHANDWAYO INDABA