21.2 C
King William's Town
Wednesday, May 22, 2024

Usekela Mongameli weli uPaul Mashatile uthi injineli mazincedisane norhulumente.

USekela Mongameli uPaul Mashatile umemelele iinjineli zeli ukuba zithathe indawo yazo ekuncedeni urhulumente ajongane nemicelimngeni yeziseko ezingundoqo ethe yenziwa mandundu kukubambi kwemozulu.

UMashatile wenze intetho ephambili kwiveki ye-Afrika yobunjineli yobbutho we-9 wezeMfundo, ezeNzululwazi neNkcubeko (UNESCO) eqale izolo elinye ngenkomfa yobunjineli eCSIR Convention Centre ePitoli.

UMzantsi Afrika ukhe wathwaxwa ziintlekele ezayanyaniswa nemeko yemozulu embi kunye nengxaki yezamandla ekholelwa ukuba iinjineli ngentsebenziswano nophuhliso lwezakhono inokuba yinto yexesha elidlulileyo. USekela Mongameli uyavuma kwaye uthi imfundo kunye nophuhliso lwezakhono kwicandelo nazo ziya kuba ngundoqo.

Esithi kufuneka bakhuthaze kwaye baxhobise isizukulwana esilandelayo seenjineli ngokufaka uthando kwisayensi, itekhnoloji, nobunjineli kunye nezibalo kulutsha.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
few clouds
21.2 ° C
21.2 °
21.2 °
44 %
3.2kmh
13 %
Wed
26 °
Thu
22 °
Fri
16 °
Sat
22 °
Sun
20 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks