26.2 C
King William's Town
Monday, January 19, 2026

Ingozi Zendlela Indaba

Kubhubhe abantu abathandathu(6) kwingozi yaseNgqeleni

Abantu abathandathu balahlekelwe bubomi babo kwaye abanye abalishumi elinesithandathu bonzakele emva kwengozi yemoto  ebandakanya iteksi  kunye nemoto encinci kwindlela iT30 eNgqeleni, kufutshane neMampondo Cash...

Ulwaphulo Mthetho Indaba

Ezolonwabo Indaba

Ucela inkxaso ekuVoteleni ingoma u”Lwaval’ucango” njenge Ngoma yonyaka

Imvumi yomculo wokholo ephum'izandla uBetusile Mcinga utyunjelwe ukhuphiswano lweNgoma Yonyaka kuMhlobo Wenene FM ngengoma yakhe entshsa ethandwayo ethi Lwaval' Ucango, ayikhuphe kulo Nyala, yathandwa...

Ezepolitiki Indaba

Ithi bazakudibana neeMbila zithutha abarhwaphilizi I-Eastern Cape Legislature!

Indlu yoWiso-mthetho yePalamente yePhondo lweMpuma Koloni iqukumbele indibano entsuku ntathu ibibanjwe eMonti ukusukela ngoLwesithathu umhla we-14 January. Le seshoni umsebenzi wayo ibi kukudibanisa oosihlalo beekomiti,...

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
26.2 ° C
26.2 °
26.2 °
33 %
5.5kmh
2 %
Mon
26 °
Tue
24 °
Wed
29 °
Thu
34 °
Fri
28 °

Ezithandwayo Indaba

spot_img
spot_img

Ezihamba phambili

Ezishushu

spot_img
Enable Notifications OK No thanks